Black Gospel MusicJoyous Celebration SongsSouth African Gospel Songs

DOWNLOAD: Joyous Celebration – Sabela Uyabizwa mp3 (Video & Lyrics)

Joyous Celebration – Sabela Uyabizwa mp3

Download Mp3

Play Audio

Sabela Uyabizwa Lyrics – Joyous Celebration

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Yena undijongile ndizulazula
Kanthi ujongile ndimbadula
Wandibiza, ndasabela
Ndaliva izwi lakhe

Yena undijongile, ndithatha, ndinyeka
Kanthi ujongile ndimbadula
Wathi iza, ndasabela
Ndaliva izwi lakhe

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Bendihamba, ndingena, ndiphuma ezinkonzweni
Ndingayazi into endiyfunayo
Ngenye imini yethatha lento
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Bendihamba, ndingena, ndiphuma ezinkonzweni
Ndingayazi into endiydingayo
Ngenye imini yese beza lento
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndimil’ iyathetha lento (Thetha nami)
Ndihlel’ iyathetha lento (Thetha nami)
Ndilel’ iyathetha lento (Thetha nami)
Ndivuk’ iyathetha lento (Thetha nami)
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndimil’ iyathetha lento (Thetha nami)
Ndihlel’ iyathetha lento (Thetha nami)
Ndilel’ iyathetha lento (Thetha nami)
Ndivuk’ iyathetha lento (Thetha nami)
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela ubizo lwami
(Imene yafika yathetha lento)
Ndasabela ubizo lwami
(Imene yafika yathetha lento)
Ndasabela, ndasabela
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela ubizo lwami
(Imene yafika yathetha lento)
Ndasabela intando yakhe
(Imene yafika yathetha lento)
Ndasabela, ndasabela
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela ubizo lwami
(Imene yafika yathetha lento)
Ndasabela ubizo lwami
(Imene yafika yathetha lento)
Ndasabela, ndasabela
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela ubizo lwami
(Imene yafika yathetha lento)
Ndasabela intando yakhe
(Imene yafika yathetha lento)
Ndasabela, ndasabela
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela, ndasabela
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

-Lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami
Ndasabela, ndaliva
Izwi lakhe lithetha nami

Sabela…

Sabela…

Joyous Celebration – Sabela Uyabizwa mp3

Top Joyous Celebration Songs:

Joyous Celebration – Iyo Calvary mp3

Joyous Celebration – Grace & Mercy mp3

Joyous Celebration – Yesu Wena Ungumhlobo mp3

Joyous Celebration – Camagu Ngonyama mp3

Joyous Celebration – Cela mp3

Joyous Celebration – Bengingazi mp3

Joyous Celebration – Nkosi Yami mp3

Joyous Celebration – Baleka mp3

Joyous Celebration – Retlathaba mp3

Joyous Celebration – Ka Mehla mp3

Joyous Celebration – Wongigcina ngci mp3

Joyous Celebration – Ngibambe Ngesandla mp3

Joyous Celebration – Ngibambe Ngesandla mp3

Joyous Celebration – Tshala mp3

Joyous Celebration – Sebenza Ngami mp3

Joyous Celebration – I Can Boldly Say mp3

Joyous Celebration – Unikiwe mp3

Joyous Celebration – Sabela Uyabizwa mp3

Joyous Celebration – My Soul Says Yes mp3

Joyous Celebration – Bonginkosi Ngazo mp3

Joyous Celebration ’14’ – I Was Glad mp3

Joyous Celebration – Ndenzel’ Uncedo Hymn 377 mp3

Joyous Celebration – Unganele mp3

Joyous Celebration – Modimo Ke Lerato mp3

Joyous Celebration – This Love mp3

Joyous Celebration – Greatful mp3

Joyous Celebration – Igama Lakho Lihle mp3

Joyous Celebration – We Won’t Lose Our Praise mp3

Joyous Celebration 21 – Ngena Nawe mp3

Joyous Celebration – Na Ma Ta mp3

Joyous Celebration – Who Am I mp3

Joyous Celebration – Akhonamandla mp3

Joyous celebration – Sengiyacela mp3

Joyous Celebration: Sakhiwe mp3

American Gospel Songs

Australian Gospel Songs

Canadian Gospel Songs

Congo Gospel Songs

French Gospel Songs

Indian Gospel Songs

Italian Gospel Songs

Jamaican Gospel Songs

Malawian Gospel Songs

Nigerian Gospel Songs

Scottish Gospel Songs

Swedish Gospel Songs

Spanish Gospel Songs

South African Gospel Songs

Pentatonix Songs

William McDowell

Zach Williams Songs

Other Songs

Acapella Songs

Anthem Lights Songs

Bethel Music

Bright City Songs

Casting Crown Songs

Choir Gospel Songs

Gaither Vocal Band

Gospel Hymns

Hillsong Worship

Elevation Worship

Eezeeconceptz Songs

Integrity Music

Soweto Gospel Songs

TRIBL Music

Vertical Worship

Related Articles

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Back to top button
error: Content is protected !!